Inzululwazi ibalulekile kwidemokhrasi, utshilo uPaul Nurse, ophumelele iNobel Prize ngo2001 kwicandelo le-physiology okanye amayeza.Uthe inzululwazi iya isiba nefuthe elingakumbi kuluntu kwaye oku kuthetha ukuba kufuneka sivelise amaziko entando yesininzi neendlela zokusebenza ezinokwamkela kwaye zithathe ubume benzululwazi uFeringa uthe izinto ezibalulekileyo zedemokhrasi yinkululeko nokubuza imibuzo nokuba ngoogxeka.Kwaye le yinto kanye eyenziwa yinzululwazi
#SCIENCE #Xhosa #BR
Read more at Research Professional News